uTata uLucas Ndzunga onguMfama oselethathe umhlalaphantsi, ulixabisile ilungelo alinikwa nguMgaqo-Siseko welizwe lethu lokuba nguMfama. Sithetha nje ungumnikazi wefama apho wayengumsebenzi khona ixesha elide.

UMalithule Mahleza owazalwa ngo1994, ongumfana phakathi koomama beLaphum’iKhwezi cooperative, ungene endaweni ka Makhulu wakhe ongasekhoyo ukuba ngomnye wabanikazi befama eseBedford abayifumana kuRhuluemente.

Ngonyaka wenkululeko yethu, xa uMalithule ezalwa, uTat’uNdzunga waqala ukuba ngumnikazi wefarm yakhe eMatatiele. ISebe uDRDAR liyabaxhasa kumashishini abo.

#FreedomtoFarm #Freedomday22 #FreedomMonth22